Lwandle Taxi Association - CATA

Lwandle Taxi Association - CATA Eli likhasi lonxibelelwano phakathi kwabakhweli besithuthi zika wonke wonke naba phathi bezithuthi kunye nabaqhubi bezithuthi

Amalungu ombuthu ka CATA Lwandle azokube ekhona  kuxhomo bhatyi lika Tatu Malombasi nge cawe uhla we 23-04-2017 eyokwenz...
21/04/2017

Amalungu ombuthu ka CATA Lwandle azokube ekhona kuxhomo bhatyi lika Tatu Malombasi nge cawe uhla we 23-04-2017 eyokwenza undlelantle kweliqhawe ebulela nangentsebenziswano yakhe ngethuba esadlamazimba

18/04/2017

Sithi masenze umbulelo kubakhweli bezithuthi (taxi) baselwandle ngentsebenziswano ngelixesha le Easter holiday sikwathemba yonke umntu uhambe wabuya ephephile

01/03/2017

sizimisele ukukwazisa ngokuqhubekayo ngezithuthi (taxis) zase lwandle ngowo wonke amaxesha apho kukho khona utshintsho kwezothutho.

Address

18547 Vulindlela Road
Strand
7140

Telephone

021 845 6724

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lwandle Taxi Association - CATA posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category